IPHUMELELE KWAKHONA ISUNDOWNS

Imizuzu elishumi elinesixhenxe yokugqibela kumdlalo weMagesi FC neMamelodi Sundowns izele amaduna namathokazi kwiiintshatsheli ezikhuselayo zeBetway Premiership njengokuba zibethe eliqela laseLimpopo ngamanqaku amabini eqandeni eSeshego Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Emva kokuqengqa…

DOWNS WIN, AGAIN

The last 17 minutes of the match between Magesi FC and Mamelodi Sundowns were very productive for the defending Betway Premiership champions as they defeated the Limpopo side 2-0 at…

UBAARTMAN LIKHOSI

Emva ngokutyikitya u-Etiosa Ighodaro kusasa ngoLwesibini, iKaizer Chiefs iqinisekise ukuba ityikitye uLuke Baartman ngokuhlwa kwangoLwesibini. UBaartman uzibandakanye neChiefs esuka kwiCape Town Spurs, apho ebedlala khona kwiMotsepe Foundation Championship (MFC) kwisizini…

BAARTMAN JOINS CHIEFS

Following the announcement of the capturing of Etiosa Ighodaro, Kaizer Chiefs confirmed the signing of greenhorn Luke Baartman, making him the club’s ninth signing of the 2025/26 season. The South…

css.php