IBAFANA IBAMBENE NECZECHIA
Idlala ngendlela encomekayo kumdlalo wesibini kaGroup A kwiNdebe yeHlabathi, iBafana Bafana ibambene neCzechia ngenqaku elinye macala eMercedes Benz Stadium e-Atlanta, eGeorgia, kwelaseMelika ngokuhlwa kwangoLwesine, ngokwexesha loMzantsi Afrika. Izinto zibonakele ngathi…