Month: April 2026

UFERNANDES ULINDELE UMLO ONZIMA 

Emva kokwamkela injinga yehlabathi uMelvin Jerusalem eMzantsi Afrika ngoLwesithathu, umqeqeshi wamanqindi uManny Fernandes uvumile ukuba uzakubanzima umlo walenzalelwane yasePhilippines noSiyakholwa Kuse. UJerusalem, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, useMzantsi Afrika ezokukhusela intshinga…

ISUNDOWNS IPHEZULU KWAKHONA 

IMamelodi Sundowns ibuyele phezulu kumanqwanqwa eBetway Premiership emva kokubetha iPolokwane City ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo obubanjelwe eSeshego Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Ummi waseChile uMarcelo Allende ufake inqaku leeBrazilians kwibhola ebisuka…

LUBEKIWE USUKU LOKUNGCWATYWA KUKAMYEKENI

Lubekiwe usuku azakungcwatywa ngalo ongasekhoyo u-Unathi ‘Showtime’ Myekeni, owayeyintshatsheli yehlabathi nosweleke ngoMvulo weveki ephelileyo. UMyekeni uzakubekwa kwikhaya lokulinda kwilali yasePhumlani, KuGompo City, emva kwenkonzo yomngcwabo ezakubanjelwa kwiholo yendawo kuloMgqibelo esiya…

css.php