YIBAFANA NE-ANGOLA KOWAMAGQIBELA KANKQOYI
IBafana Bafana izakuqubisana ne-Angola kumdlalo wamagqibela kankqoyi weNdebe yeCOSAFA emva kokuquthisa iComoros ngamanqaku amathathu kwelinye eFree State Stadium, eMangaung, ngoLwesihlanu ngokuhlwa. Amanqaku eBafana eze ngelihlabe ekhaya lifakwa ngu-Idris Mohamed, elikaBoitumelo…