UMGABI AKANANGXAKI NOMHLA OMTSHA WOMLO WAKHE
Ngaphambili ububekelwe uMgqibelo womhla wamashumi amabini anesine kuMeyi, ngoku uLwando Mgabi uzakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight kumlo noSechaba Zuma kulenyana ezayo. UMgabi, owazalelwa eDuncan Village, eMonti, uzakube ekhusela…