UKHATHAZEKILE UMQEQESHI KARHONORHONO
Umqeqeshi kaPhaphama Rhonorhono, uMadoda ‘One More Time’ Dyonase, ukhathazekile emva kokuba ukushokoxeka kwemali kubangele ukuba urhoxiswe umlo, apho imbethi-manqindi yakhe ibizakukhusela intshinga yayo yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight kuJabulani Makhense. URhonorhono…