BOXING

UKHATHAZEKILE UMQEQESHI KARHONORHONO

Umqeqeshi kaPhaphama Rhonorhono, uMadoda ‘One More Time’ Dyonase, ukhathazekile emva kokuba ukushokoxeka kwemali kubangele ukuba urhoxiswe umlo, apho imbethi-manqindi yakhe ibizakukhusela intshinga yayo yoMzantsi Afrika

Read More »
css.php