UDYEYI UFUDUKELE EGAUTENG
Kwiintsukwana ezimbalwa emva kokuphanza kwelinge lakhe lokuphumelela imbasa yegolide kwitumente yeMandela African Boxing Cup eThekwini, u-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi, obenguPhopho kudidi lwabangahlawulwayo, wenjenjeya ukusingisa eGauteng. UDyeyi,