BOXING

UTUNZI UKHUSELA KUMBOYIYA 

Emva kokubuya ngemva wabetha obeyintshatsheli yephondo uLuvuyo Mputi kumlo owawumhle kakhulu ngoMatshi, ngoku uChumani ‘AK 47’ Tunzi uzakulwa nentshatsheli yamhlamnene eMzantsi Afrika u-Aphiwe ‘Swagger’ Mboyiya. 

Read More »

UBATYI UZAKUKHUSELA OKWESITHATHU 

Kwakufanele ukuba balwile ngoMatshi, kodwa ukwenzakala kukaYamkela Phaliso kwabangela ukuba abaququzeleli bomlo baxoze mphini wumbi ukuze uZolisa Batyi azokufumana umlo.  Lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba

Read More »

UNTULI UFUNA INTSHINGA KAWELLEM 

USnamiso Ntuli ufuna intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight, ntshinga leyo ephethwe ngu-Asemahle Wellem, obethwe eRussia ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ukubonakalisa ukuba uyawufuna umlo noWellem, uNtuli, oyinjinga yesuper-middleweight

Read More »

NTULI CHASES WELLEM’S TITLE 

Snamiso Ntuli is chasing after vanquished Asemahle Wellem’s South African super-middleweight title and the KwaZulu-Natal champion has made his intentions clear by sending a challenge

Read More »
css.php