BOXING

UMAHANJANA UZIBANDAKANYE NOMSHUMPELA

Emva kokungalwi kwisithuba esiphantse sayiminyaka emithathu, u-Athi Mahanjana ubuyele kumanqindi akudidi lwabahlawulwayo, kwaye uzibandakanye no-Andile Mshumpela weMshu One Management. UMahanjana sele eqalisile ukukuqeqeshwa eLuvuyo Boxing

Read More »

UKHATHAZEKILE UMQEQESHI KARHONORHONO

Umqeqeshi kaPhaphama Rhonorhono, uMadoda ‘One More Time’ Dyonase, ukhathazekile emva kokuba ukushokoxeka kwemali kubangele ukuba urhoxiswe umlo, apho imbethi-manqindi yakhe ibizakukhusela intshinga yayo yoMzantsi Afrika

Read More »
css.php