Month: April 2025

IIBRAZILIANS ZIQUTHISE IINATAL RICH BOYZ 

IMamelodi Sundowns, ebingenalusini, ibonakele inobungozi kakhulu ngethuba ibetha iRichards Bay FC ngamanqaku amathathu eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Kuthabathe iiBrazilians imizuzu esibhozo kuphela ukuphala phambili ngenqaku…

UMLO OMKHULU KACAFU 

Izakuba ngumlo omkhulu wembethi-manqindi yoMzantsi Afrika uPhumelela ‘The Truth’ Cafu xa evana amandla noJesse ‘Bam’ Rodriguez waseMelika ngoJulayi. Zintathu iintshinga ezizakulwelwa kulo mlo – yintshinga yeWorld Boxing Organisation (WBO) kudidi…

ULERENA UQINISEKILE NGEMPUMELELO 

Njengokuba eyimbethi-manqindi yokuqala yaseMzantsi Afrika ukukhusela intshinga yeWorld Boxing Council (WBC) ekhaya, intshatsheli yodidi lwebridgerweight uKevin Lerena uzimisele ukwenza kakuhle kumlo wakhe. ULerena uzakukhusela intshinga yakhe okokuqala xa engquzulana nommi…

IINGUQU UMAGWAZA EBANGUMQEQESHI 

UMzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza uguquke wabangumqeqeshi ngaphandle kwamagqwidigqwidi, kwaye ubonakala ekonwabela oko. Lenzalelwane yaseDuncan Village, eMonti, ezinze eSite C, eKhayelitsha, isathe xha ekudlaleni amanqindi emva kokuphumelela imilo engamashumi amabini anesibini,…

css.php