Month: March 2024

UBATYI UNQUMAMISE UHOBYANE

Ngokuqinisekileyo ibingenguwo umlo apho umntu ebenokuncoma kakhulu, kodwa injinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba uZolisa Batyi uwenzile umsebenzi njengokuba enqumamise uLucky Hobyane kumjikelo wesibhozo. Emva kokubukela imilo ebinikisa umdla ngaphambi komlo…

BATYI STOPS HOBYANE 

It was definitely not a fight where one would say wow, however, South African featherweight champion Zolisa Batyi would be proud to have performed the job and retained his title…

IZINYONI ZIBHABHE NGAPHAYA KWESPURS 

Moroka Swallows, enengxingongo yezimali, ibethe iCape Town Spurs ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weDStv Premiership e-Athlone Stadium emva kwemini ngeCawa. Bekubonakala ngathi lomdlalo uzakuphela lamaqela mabini ebambene ngeqanda macala njengokuba bekungathi…

BIRDS FLY OVER SPURS 

Financially-stressed Moroka Swallows earned three valuable points after they beat Cape Town Spurs 1-0 in a DStv Premiership encounter at the Athlone Stadium in Sunday afternoon. This match looked like…

JERUSALEM DETHRONES SHIGEOKA

Filipino boxer Melvin Jerusalem upset the applecart as he defeated Japanese Yudai Shigeoka by a split decision at the International Conference Hall in Nagoya, Japan, on Sunday. The 30-year-old Jerusalem…

UZUMA UTHE GQOLO NOKUPHUMELELA 

Inkwenkwezi eqaqambileyo yakwaZulu-Natal, uMxolisi Zuma, uthe gqolo nokuphumelela njengokuba ethabathe umzuzu nemizuzwana engamashumi amane anesithandathu ukunqumamisa uShedafa John waseTanzania ngoMgqibelo ebusuku. Ngenxa yokokuba ephumelele lomlo obubanjelwe kwiholo yedolophu yase-Estcourt, uZuma…

ZIBAMBENE IYANGA NEEBRAZILIANS 

IYoung Africans neMamelodi Sundowns zidlale ntanganye ngeqanda macala omabini kumlenze wokuqala wamaqela asibhozo okugqibela kwiCAF Champions League eBenjamin Mkapa Stadium, eDar-Es-Salaam, kwelaseTanzania ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Omabini lamaqela azamile ukudala amathuba okufaka…

YANGA, BRAZILIANS DRAW

Young Africans and Mamelodi Sundowns played to a goalless draw in a first leg CAF Champions League quarter-final clash at the Benjamin Mkapa Stadium in Dar-Es-Salaam, Tanzania, on Saturday evening.…

IBABINA NOKO IQUTHISE IPIRATES 

ISekhukhune United iphumelele umdlalo wesihlanu ngokulandelelana emva kokubetha i-Orlando Pirates 2-1 kumdlalo weDStv Premiership ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. IBabina Noko ivule amasango ngenqaku ngomzuzu wamashumi amathathu anesibini lifakwa…

css.php