BUCCANEERS SAIL PAST ISLANDERS
Orlando Pirates proved too good for La Cure Waves from Mauritius as they handed them a 3-1 grubbing in a CAF Champions League preliminary match at the Orlando Amstel Arena…
Your News, Our News
Orlando Pirates proved too good for La Cure Waves from Mauritius as they handed them a 3-1 grubbing in a CAF Champions League preliminary match at the Orlando Amstel Arena…
Danny Jordaan has beaten Sandile Zungu to remain as the president of the South African Football Association (SAFA). Jordaan, who had been the president of SAFA since 2013, won 157…
Kanye nje emva kokukhululwa yiKaizer Chiefs ebutsheni baleveki, umdlali wasesiswini, uThabo Cele, ubhengezwe njengomdlali omtsha weMamelodi Sundowns emva kwemini ngoLwesine. Izangxa zaseTshwane zixabangela iqela lazo njengokuba zilungiselela imidlalo yalapha ekhaya…
Released by Kaizer Chiefs earlier this week, midfielder Thabo Cele was announced as a new Mamelodi Sundowns player on Thursday afternoon. Cele joined the star-studded Sundowns as he seeks a…
IMamelodi Sundowns idlale kakuhle kakhulu kwisiqingatha sesibini njengokuba ingcwabe iSiwelele FC ngamanqaku amathathu eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eLoftus Versfeld, ePitoli, ngokuhlwa kwangoLwesithathu. Emva kokuba isiqingatha sokuqala siphele kungekho manqaku, iiBrazilians…
Mamelodi Sundowns put up an impressive second half performance as they clobbered Siwelele FC from the Free State 3-0 in a Betway Premiership match at Loftus Versfeld in Pretoria on…
IMarumo Gallants ibhengezile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba imgxothile umqeqeshi wayo, uPhuti Mohafe, kunye nesekela lakhe, uMusa Bilankulu. Ngaphantsi kwesandla sikaMohafe, iGallants, ekwindawo yeshumi elinesihlanu, idlale ngokulingana kwimidlalo emibini, yaze yabethwa…
Marumo Gallants, who play their home matches at the Royal Bafokeng Sports Palace in Phokeng, Rustenburg, announced on Wednesday afternoon that they had given their coach Phuti Mohafe and his…
Botswana Zebras coach, Morena Ramoreboli, is returning home in South Africa as he will become part of the Bafana Bafana technical team. Ramoreboli, a Lesedifm football analyst and former Jwaneng…
Ikhankatha le-Orlando Pirates, u-Abdeslam Ouaddou, ubhengezwe ngoLwesibini njengophumelele iwonga lokuba ngumqeqeshi wenyanga ka-Agasti. Lommi waseMorocco uphumelele eliwonga emva kokukhokelela iiBuccaneers kwimpumelelo kwimidlalo emithathu, waze wadlala ngokulingana komnye. Ezizangxa zaseSoweto zifake…