Category: Football

IBAFANA IGALELEKILE KWELASEMEXICO

IBafana Bafana igalelekile ePachuca, apho izakuzinza khona kwelaseMexico ngaphambi kokuqala kwetumente yeNdebe yeHlabathi nezakuqalisa kuleveki ezayo. Eliqela ligaleleke kwelaseMexico ngoLwesibini emva kohambo olude obelusuka eRhawutini lwayokujikela eCape Verde kunxweme lweNtshona…

CITIZENS LOSE AGAIN

Magesi FC made life difficult for Cape Town City as they beat them 2-0 in a PSL Promotion/Relegation play-off match played at the Seshego Stadium in Polokwane on Saturday afternoon.…

NICARAGUA HOLD BAFANA

Bafana Bafana were held to a goalless draw by Nicaragua in an international friendly match at the Orlando Amstel Arena in Soweto on Friday evening. Bafana had an opportunity to…

UZWANE UVUSELELE ISIVUMELWANO NESUNDOWNS

Umdlali wasesiswini kwiBafana Bafana uThemba Zwane uzakuqhubela phambili edlalela iqela lakhe leMamelodi Sundowns emva kokuvuselelwa kwesivumelwano sakhe sengqesho neentshatsheli zase-Afrika emva kwemini ngoLwesihlanu. Kulindeleke ukuba uZwane, ozakufinca iminyaka engamashumi amathathu…

LIBHENGEZWE IQELA LEBAFANA ELIYA KWINDEBE YEHLABATHI

Libhengezwe ngumqeqeshi uHugo Brooks eSefako Makgatho Presidential Guest House ePitoli ngokuhlwa kwangoLwesithathu iqela leBafana Bafana nelinabadlali abangamashumi amabini anesithandathu elizakudlala kwiNdebe yeHlabathi. Letumente, ezakudlalwa ngoJuni nangoJulayi, izakusingathwa ngokubamba ilima yiMexico,…

css.php