Month: May 2024

UCAFU UNGAPHANTSI KWESANDLA SIKANATHAN 

UColin ‘Nomakanjani’ Nathan wongeze intshatsheli yoMzantsi Afrika ne-IBF International kudidi lwejunior-bantamweight uPhumelela “The Truth” Cafu kuluhlu lweembethi-manqindi eziphantsi kwesandla sakhe. UCafu, obekwa kwindawo ephezulu emanqindini, ebenesivumelwano sokuthelekiswa yiZbashy Promotions kaSibongile…

CAFU JOINS NATHAN’S STABLE 

In a major coup for his stable, Colin ‘Nomakanjani’ Nathan has added South African and IBF International junior-bantamweight champion Phumelela “The Truth” Cafu to the list of boxers under his…

AWUKHO UMLO KABELL NONONINA

Awusekho umlo phakathi kweembethi-manqindi zaseMpuma Koloni uNozipho Bell noBukiwe Nonina, mlo lowo ekwakucingeleka ukuba iyakuba ngowona mkhulu kwabasetyhini boMzantsi Afrika. Kulenyanga ephelileyo, uBell wayezakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini…

NO BELL, NONINA BOUT 

A bout between Eastern Cape boxers Nozipho Bell and Bukiwe Nonina, which was touted as going to be the biggest fight in South African female boxing, is not happening anymore.…

LIBHENGEZIWE IQELA ELIDLALA NENIGERIA NEZIMBABWE 

Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos ubhengeze iqela elinabadlali abangamashumi amabini anesithathu ngoLwesine kanye ngaphambi kwemidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi yango-2026, midlalo leyo ezakudlalwa neNigeria neZimbabwe. Eliqela licuthwe langabadlali abangamashumi amabini anesithathu…

UYAMKHUPHA UMPENGESI EKUGXOTHWENI KWAKHE 

UMorgan Mammila, ogxothiweyo njengetechnical director yeChippa United, udize ukuba usihlalo weeChilli Boys uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi akananto yakwenza nokugxothwa kwakhe kweliqela laseMpuma Koloni. Ethetha kwiMetrofm ngokuhlwa kwangoLwesithathu, uMammila uthe abanye abantu…

css.php