Month: June 2024

USIGQIBO UJONGE INTSHINGA KAMALAJIKA

UYanga ‘Showtime’ Sigqibo ujonge intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwejunior-bantamweight njengokuba ecele umngeni kwintshatsheli uRicardo Malajika. USigqibo waseDuncan Village, eMonti, utyikitye isivumelwano sokucela umngeni kuMalajika, owayikhusela ngempumelelo intshinga yakhe…

SIGQIBO EYES MALAJIKA’S TITLE 

Yanga ‘Showtime’ Sigqibo is fixing his eyes on the International Boxing Organisation (IBO) junior-bantamweight title as he has challenged current champion Ricardo Malajika. Sigqibo has signed to challenge Malajika, who…

UHADEBE UNYATHELANA NOMMI WASETANZANIA 

Emva kokuphanza kwelinge lokulwa noGabriela ‘La Bonita’ Sanchez Saveedra waseMexico kulenyanga ephelileyo, uSimangele ‘Smash’ Hadebe uzakubuyela eqongeni xa esilwa noJesca Mfinanga waseTanzania. UHadebe noMfinanga bazakuvana amandla eKibler Park Recreation Centre,…

TANZANIAN OPPONENT FOR HADEBE 

After last month’s fight against Mexican boxer Gabriela ‘La Bonita’ Sanchez Saveedra failed to materialise, Simangele ‘Smash’ Hadebe will make a ring return against Tanzanian Jesca Mfinanga. Hadebe and Mfinanga…

UMMI WASENETHERLANDS UPHUMELELE UCOMRADES MARATHON 

UPiet Wiersma, ongummi waseNetherlands, uphumelele ugqatso lweComrades Marathon ebisuka eThekwini iyokuphela eMgungudlovu ngeCawa kusasa. UWiersma, oneminyaka engamashumi amabini anesithandathu, uphumelele olugqatso ngeeyure ezintlanu nemizuzu engamashumi amabini anesihlanu elandelwa nguDan Moselakwe…

UCAFU UCACISA NGENTSHINGA YOMZANTSI AFRIKA 

UPhumelela ‘The Truth’ Cafu ucacisile ukuba uzakuyithi tya intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight njengoko ukulwela intshinga yehlabathi kunikisa umdla kuye. Ethetha kwinkqubo iTKO Boxing Magazine kuSABC 2 ngokuhlwa kwangoLwesihlanu, uCafu…

css.php