Month: June 2024

IHIGHBURY ZIINTSHATSHELI 

Iqela laseMpuma Koloni iHighbury FC ziintshatsheli ze-2023/24 ABC Motsepe League national play-offs emva kokubetha iKruger United yaseMpumalanga ngamanqaku amabini eqandeni eMxolisi Dicky Jacobs Stadium e-Upington, eMntla Koloni, emva kwemini ngeCawa.…

HIGHBURY ARE CHAMPIONS

Eastern Cape side Highbury FC were crowned as the 2023/24 ABC Motsepe League national play-offs champions after they beat Kruger United from Mpumalanga 2-0 at the Mxolisi Dicky Jacobs Stadium…

UHADEBE AKAKHANGE ABILE NOKUBILA

Ebengenalo nethontsi lombilo uSimangele ‘Smash’ Hadebe emva kokunqumamisa uJesca Mfinanga kumjikelo wokuqala eKibler Park Recreation Centre, eRhawutini, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ngokwenza njalo, uHadebe uye wayikhusela ngempumelelo intshinga yakhe ye-African Boxing Union…

HADEBE SMASHES TANZANIAN

Simangele ‘Smash’ Hadebe didn’t even raise a sweat as she dispatched her opponent Jesca Mfinanga in the first round at the Kibler Park Recreation Centre in Johannesburg on Saturday evening.…

UBSA UNIKEZELE NGAMAPHEPHA OKUSEBENZA 

UBoxing South Africa (BSA) udize emva kwemini ngoMgqibelo ukuba ziimbethi-manqindi ezingamakhulu asixhenxe namashumi amabini ezifumene iimpepha zokulwa kunyaka-mali ka-2024/25. Ukongeza apho, ngabathelekisi abangamashumi asibhozo anesibhozo, abalawuli abalikhulu namashumi amane ananye,…

MORE BOXERS LICENSED

Boxing South Africa (BSA) revealed on Saturday afternoon that the regulator had licensed a total of 720 boxers for the 2024/25 financial year. In addition, 88 promoters, 141 managers, 105…

css.php