Month: July 2024

UMOKOTJO UNGUMDLALI WEECITIZENS

ICape Town City yamkele umdlali wasesiswini uKamohelo Mokotjo njengomnye wabadlali bayo kusasa ngoLwesine, kanye emva kweentsuku ezimbalwa ekhululwe yiSekhukhune United. UMokotjo, owazalelwa e-Ondendaalsrus kwiphondo laseFresytata, wazibandakanya neBabina Noko ngo-2023, kwaye…

MOKOTJO A CITIZEN 

Cape Town City welcomed midfielder Kamohelo Mokotjo as their latest recruit on Thursday morning just days after he was released by Sekhukhune United. Mokotjo, who was born in Ondendaalsrus in…

UNKOSI UKHUSELA KWIINYANGA EZINTATHU EZIZAYO 

Intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight uNtethelelo Nkosi uzakulwa noSanele Msimang kumlo othelekisa iimbethi-manqindi zaKwaZulu-Natal, mlo lowo obubekelwe lenyanga ezayo nosele ubekelwe u-Okthobha ngoku. Ezindaba zintsha ngalomlo zidizwe ngusomaqhuzu kwiGolden Gloves…

OMNYE UMDLALI KWIICITIZENS 

Kubonakala ngathi ayikho into engathintela iCape Town City ukuba iqhubele phambili nokutyikitya abadlali njengokuba yongeze umdlali wasemva uSibusiso Ziba kweliqela ngoLwesithathu kusasa. UZiba, obedlalela iJDR Stars, uzibandakanye neeCitizens etyikitya isivumelwano…

IICHILLI BOYS ZITYIKITYE UJALI 

IChippa United izakubhengeza ukutyikitywa kowayesakuba ngumdlali wasesiswini kwiMoroka Swallows neMamelodi Sundowns u-Andile Jali kusasa ngoLwesine. Lenzalelwane yaseMatatiele neyakhe yadlala kwiBafana Bafana izakubhengezwa njengomdlali omtsha weeChilli Boys eNelson Mandela Stadium, eGqeberha,…

css.php