Month: August 2024

SIGQIBO REMAINS IN HOSPITAL 

Yanga ‘Showtime’ Sigqibo remains in a Gauteng hospital following his loss to International Boxing Organisation (IBO) junior-bantamweight champion Ricardo Malajika at the Emperor’s Palace in Kempton Park on Friday evening.…

UBRICE UTHELEKISA UMGABI NOJELWANA 

Akachithanga xesha umthelekisi wamanqindi ophambili eNtshona Koloni uJackie Brice njengokuba etyikitye uLwando Mgabi noSihle Jelwana ukuba balwele intshinga engenamntu eMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight ngoLwesihlanu umhla wamashumi amabini anesixhenxe kuSeptemba. UBrice…

KUVELA IMIBUZO NGOKUQESHWA KUKAZIBEKO

Sele kuveze imibuzo ukuqeshwa kukaLuthando ‘Trompies’ Zibeko njengesithethi sikaBoxing South Africa (BSA) kwiveki ephelileyo. Abantu abazibiza ngokuba ngabathandi bamanqindi babhalele kwiSebe leZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko ebutsheni baleveki, becela ukuba kuphandwe indlela…

ZIBEKO’S APPOINTMENT QUESTIONED

Last week’s appointment of Luthando ‘Trompies’ Zibeko as Boxing South Africa (BSA) communications and media liaison officer has been brought into question. People calling themselves boxing pundits and stakeholders wrote…

UFERNANDES ULINDELE UMLO ONZIMA

Umqeqeshi wamanqindi ozinze eRhawutini uManny Fernandes ulindele umlo onzima xa imbethi-manqindi yakhe uRicardo Malajika evana amandla noYanga ‘Showtime’ Sigqibo waseDuncan Village ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. UMalajika uzakukhusela intshinga yakhe ye-International Boxing Organisation…

css.php