Month: August 2024

BSA MOURNS DUBASE

Boxing South Africa (BSA) has sent its condolences to the family of the late former boxer Phumzile ‘Gamala’ Dubase, who passed away early on Sunday morning. The former junior-welterweight boxer…

USOBOLO UFUNGELE UKOHLUTHA INTSHINGA KAKUSE 

Kumlo ozakwahlula uluntu lwamanqindi eMonti kwakhona, uMalaki Sobolo waseDuncan Village ufunge wamunca iintupha esithi lifikelele esiphelweni ixesha likaSiyakholwa Kuse njengentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight. USobolo ucela umngeni kuKuse waseMdantsane kwitumente…

ULISHIYILE ELI UPHUMZILE DUBASE

Owayeyimbethi-manqindi eyayisilwa kudidi lwejunior-welterweight nebiwathanda kakhulu amanqindi uPhumzile ‘Gamala’ Dubase waseMdantsane usweleke ngentsasa yangeCawa emva kwedabi nomhlaza. Ebeneminyaka engamashumi amahlanu anesithandathu. UDubase waqalisa ukulwa kudidi lwabahlawulwayo ngo-1986, apho wagqiba iminyaka…

PHUMZILE DUBASE PASSES AWAY

Former junior-welterweight boxer and boxing enthusiast Phumzile ‘Gamala’ Dubase from Mdantsane passed away early on Sunday morning after he lost a two-year battle against cancer. He was 56. Dubase ditched…

css.php