Month: August 2024

IBEKIWE INYANGA NOSUKU LOMLO 

Lubekiwe usuku lomlo apho intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga izakukhusela intshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight okokuqala xa esilwa noMasamichi Yabuki waseJapan Umlo phakathi koNontshinga noYabuki, owayeyinjinga yeWorld…

ITALLERES IQINISEKILE UKUBA IMTYIKITYIKLE U-ESQUIVEL

Iqela elidlala kwi-Argentine Primera Liga i-Atlético Talleres iqinisekisile ngentseni yangoLwesibini, ngokwexesha loMzantsi Afrika, ukuba ityikitye uMatías Eduardo Esquivel esuka kwiMamelodi Sundowns. U-Esquivel, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu nowazalelwa e-Avellaneda kwelase-Argentina, utyikitye…

UZIBEKO SISITHETHI SIKABSA

IBoxing South Africa (BSA) ibhengeze ukutyunjwa kukaLuthando ‘Trompies’ Zibeko njengesithethi nomnxulumanisi namajelo eendaba ukususela ngoMvulo. UZibeko, onkaba yakhe iseTsomo eMpuma Koloni, wayesisithethi negosa leentengiso kwiChippa United yaseGqeberha. Ngaphambi koko, uZibeko,…

USOTOMELA UCELA UMNGENI KUSIBISI 

USamkelo Frank Sotomela ucela umngeni kwintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane uNkosingiphile Sibisi esithi makakhusele intshinga yakhe kuye. USibisi, oyiphumelele yosibhozo imilo yakhe, uyikhusele ngempumelelo intshinga yakhe ebetha uTheo Nxayiphi waseMpuma…

css.php