AKANAXHALA LANTO UNONTSHINGA

AKANAXHALA LANTO UNONTSHINGA

Irekhodi elihle likaMasamichi Yabuki, lokuphumelela imilo elishumi elinesithandathu, enqumamise amadoda alishumi elinesihlanu, ebethwe kwimilo emine, aliyoyikisi intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga njengokuba usuku lomlo wabo lusiya ngokusondela nje. UNontshinga…

UBIZELWE KWIBAFANA UKWAYIBA  

Umdlali wasesiswini kwiChippa United uSinoxolo Kwayiba ubizelwe kwinkampu yeBafana Bafana elungiselela umdlalo wangoLwesihlanu neCongo eNelson Mandela Bay Stadium eGqeberha. UKwayiba, oneminyaka engamashumi amabini anesine, ungene kwindawo kaJayden Adams, ongakhange afike…

USWELEKILE OWAYEQEQESHA ISUNDOWNS 

Uswelekile owayengumqeqeshi weMamelodi Sundowns uJohan Neeskens, itshilo iRoyal Dutch Football Association (KNVB). UNeeskens, obhubhe ngeCawa eneminyaka engamashumi asixhenxe anesithathu, wagxothwa yiSundowns, yaze yaqesha uPitso Mosimane ngoDisemba 2012, ngenxa yeziphumo ezazingancumisi.…

UCAFU UYITSHAYE ISAQHUMA

UPhumelela “The Truth” Cafu akakhange achithe xesha emva kokufika eTokyo kwelaseJapan kunye negqiza lakhe ngaphambi komlo wakhe wangoMvulo ozayo, apho azakulwa khona nembethi-manqindi yaseJapan uKosei Tanaka. Lenzalelwane yaseDuncan Village izakucela…

SEKUMBOVU USIBANDA ALWE NOKUSE 

Sekumbovu ukuba ubekhona umlo ekukudala ukhwazwa ngabalandeli bamanqindi eMzantsi Afrika njengokuba umqondisi weGolden Gloves uRodney Berman equkumbela iingxoxo. Emva kokuba uBerman ekwenze konke bazakudibana eqongeni uBeaven Sibanda noSiyakholwa Kuse kumlo…

css.php