UMBOKAZI UCELA UMNGENI KUGINGQI

UMBOKAZI UCELA UMNGENI KUGINGQI

UKhanyisani Mbokazi waseMandeni, KwaZulu-Natal, uzakulwa no-Asanda Gingqi kumlo wentshinga yoMzantsi Afrika eMonti kulenyanga ezayo. UMbokazi uzakube elinga ekohlutha intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight xa esilwa nenjinga uGingqi e-Orient Theatre ngoMgqibelo…

WONYULIWE KWAKHONA UKHOZA

U-Irvin Khoza uzakuxhuzula imikhala njengosihlalo wePremier Soccer League (PSL) isihlandlo sesithandathu emva kokonyulwa engaphikiswanga eSandton Convention Centre, eRhawutini, ngemva kwemini yangoLwesithathu. Losihlalo we-Orlando Pirates, oneminyaka engamashumi asixhenxe anesithandathu, wangena kwesisikhundla…

WITBOOI PLEADS WITH BSA 

Lonwabo Witbooi is begging Boxing South Africa (BSA) to sanction next weekend’s doubtful fight between his boxer Aphiwe ‘Swagger’ Mboyiya and Lindokuhle ‘Hitman’ Dlamini. This bout, which is scheduled for…

UZINGANGE WALILE UKULWA NOMBOYIYA 

Njengokuba kubonakala ukuba ungangabikho umlo weveki ezayo noLindokuhle ‘Hitman’ Dlamini, abalawuli baka-Aphiwe ‘Swagger’ Mboyiya bebemzamela umlo kunye noSibusiso Zingange. Kodwa liphanzile ilinge elo njengokuba uZingange, owayeyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-lightweight,…

css.php