ROYAL AM ARE HISTORY
The board of governors of the Premier Soccer League (PSL) ratified the recommendation of PSL by executive committee to cancel Royal AM’s membership with immediate effect. Only 30 of the…
Your News, Our News
The board of governors of the Premier Soccer League (PSL) ratified the recommendation of PSL by executive committee to cancel Royal AM’s membership with immediate effect. Only 30 of the…
Wayebonisa abantu ukudla kwamehlo ngethuba esalwa kudidi lwabangahlawulwayo, kodwa zange ubemhle umlo wakhe wokuqala kudidi lwabahlawulwayo njengokuba walwa ngokulingana nommi waseZimbabwe u-Ashton Ziwikaya ngoJulayi kulonyaka ophelileyo. Ngoku uSimnikiwe Bongco, owayeyinkwenkwezi…
He dazzled crowds during his days in the amateur ranks, but made an uninspiring professional debut when he drew with Zimbabwean boxer Ashton Ziwikaya in July last year. And now…
Ibiyimihlali yodwa e-Orlando Stadium, eSoweto, ngokuhlwa kwangoLwesithathu emva kokuba i-Orlando Pirates ingenile kumaqela amane okugqibela kwiCAF Champions League. Umdlalo wangoLwesithathu uphele iPirates neMC Alger zibambene ngeqanda macala omabini njengokuba izangxa…
There were joyous scenes at the Orlando Stadium in Soweto on Wednesday evening after Orlando Pirates advanced to the semi-finals of the CAF Champions League. Wednesday’s match ended in a…
Stellenbosch FC stunned Egyptian giants Zamalek, beating them 1-0 in a CAF Confederation Cup quarter-final second leg match at the Cairo International Stadium in Egypt on Wednesday evening. Sihle Nduli…
Emva kokunqumamisa lula uGcina Makhoba ebutsheni benyanga ephelileyo, uCharlton ‘Baby Pain’ Malajika uzakubuyela eqongeni xa esilwa noRV Deniega wasePhilippines ngoJulayi. UCharlton noDeniega bazakulwela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) Youth kudidi…
After he easily stopped Gcina Makhoba early last month, Charlton ‘Baby Pain’ Malajika will now return to action when he cones up against RV Deniega from the Philippines early in…
IMamelodi Sundowns izakudlala nezangxa zaseYiphutha i-Al Ahly kumdlalo wamaqela amane okugqibela kwiCAF Champions League emva kokubambana ngeqanda macala omabini ne-Esperance Sportive de Tunis kumdlalo obuseStade Olympique de Rades eTunis kwelaseTunisia…
Mamelodi Sundowns are going to face Egyptian side Al Ahly in the semi-finals of the CAF Champions League following a goalless draw with Esperance Sportive de Tunis in quarter-final second…