Month: April 2025

IPHINDILE IBANYANA 

IBanyana Banyana iphumelele umdlalo wesibini ngokubetha iMalawi ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo wobuhlobo eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, kwintshona yePitoli emva kwemini ngoLwesibini. IBanyana ize ngemva emva kokuba uVanessa Chikupira efake inqaku…

LEGENDS CRITERIA EXPLAINED

The criteria used to determine which former boxers received an incentive from the Department of Sport, Arts and Culture has been explained. Dr Cynthia Khumalo, the director-general at the Department…

AUGUST RETURN FOR MALAJIKA

After making history by becoming the first boxer to stop former South African flyweight champion Jackson ‘M3’ Chauke, two-weight division world titlist Ricardo ‘Magic Man’ Malajika will make a ring…

UTENGIMFENE UNECEBO NGOFUZILE 

Kungenzeka ukuba u-Azinga ‘Golden Boy ‘ Fuzile ubethiwe kumlo wakhe nembethi-manqindi yaseKazakhstan uSultan Zaurbek, kodwa igqiza lakhe elikhokelwa nguMlandeli Tengimfene lanelisekile yindlela alwe ngayo ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UZaurbek, ongekabethwa, uphumelele intshinga…

BABINA NOKO MOVE TO THIRD

Sekhukhune United moved to third place on the Betway Premiership standings following a 2-1 win over relegation-threatened Cape Town City at the Cape Town Stadium on Sunday evening. Babina Noko…

IZA EMPUMA KOLONI ITUMENTE YENBC  

Abalandeli bamanqindi baseMpuma Koloni bazakufumana ithuba kokuba yinxalenye yetumente yokuqala ephondweni yeNational Boxing Championship (NBC) kanye kwindawo yabo ngoJuni. Oku kulandela emva kokuba iNBC yolathe uLwesihlanu umhla wamashumi amabini anesixhenxe…

css.php