Month: July 2025

UMGABI UBUYA NGOMLO NOGANGQA 

Emva kokuphulukana nentshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight ngenxa yokungabenzi ubunzima obabulindelekile, waze wahliselwa ngezantsi kuluhlu lweembethi-manqindi nangona engekabethwa okanye alwe ngokulingana, uLwando Mgabi uzakubuyela eqongeni kulenyanga ezayo. Lo owayesakuba…

UCECANE AKAZOKUBAKHO KUMLO KASOGCWAYI 

Emva kokukhokelela uSanele ‘V16’ Sogcwayi kwimpumelelo kwimilo yakhe emibini yokuqala, umqeqeshi ozinze eMdantsane uNcedo Cecane akazokubakho xa lembethi-manqindi isilwa kulenyanga ezayo. USogcwayi uzakulwa no-Eric Zwane waseThekwini eCabo Beach, eVictoria and…

UMHLA OMTSHA WOMLO KANGXAKA 

Umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight wenjinga uMthokozisi Ngxaka umiselwe iCawa umhla weshumi elinesixhenxe ku-Agasti. Ekuqaleni, uNgxaka ebebekelwe ukuba alwe noThinumzi Gqola ngeCawa umhla wesithathu ku-Agasti, apho eziimbethi-manqindi zimbini zaseMpuma…

NEW DATE FOR NGXAKA DEFENCE 

Mthatha-born boxer Mthokozisi Ngxaka’s first defence of his South African minimumweight title has been rescheduled to Sunday, 17 August. Initially, Ngxaka was pencilled to defend against Thinumzi Gqola on Sunday,…

css.php