Month: July 2025

ZINESIVUMELWANO ILAST BORN NEWARRIOR ASCENT 

Amaqumrhu amabini athelekisa emanqindini, elinye liseMonti, logama elinye liseRhawutini, afikelele kwisivumelwano sentsebenziswano, apho azakubamba ilima, esenza iitumente zamanqindi. ILast Born Boxing Promotions, ebimelwe nguMlandeli Tengimfene, kunye neWarrior Ascent Promotions kaBrad…

BAJONGENE NGEZIKHONDO ZAMEHLO UCAFU NORODRIGUEZ

Emva kokugaleleka eDallas kwelaseMelika ngoMvulo, uPhumelela ‘The Truth’ Cafu, ongenadyudyu, ujongene ubuso ngobuso okokuqala noJesse ‘Bam’ Rodriguez waseMelika eDallas Cowboys Stadium eTexas ngoLwesibini (ngentseni yangoLwesithathu, ngokwexesha loMzantsi Afrika). UCafu noRodriguez…

URULA ULWA NEMBETHI-MANQINDI YASEMALAWI

Imbethi-manqindi yasetyhini nezinze eGqeberha u-Owethu Rula uzakulwa noMphatso Metaudzu waseMalawi ekuthambekeni kwenyanga ezayo. Umlo kaRula nalommi waseMalawi uzakwenziwa yi-Aphile Promotions eGeorge Botha Community Sports Centre KwaNoxolo, eGqeberha, ngoMgqibelo umhla wamashumi…

IBHUBHILE IMBETHI-MANQINDI YASEMPUMA KOLONI

Uluntu lwamanqindi lwaseMzantsi Afrika luzilile kulandela ukubhubha kwembethi-manqindi yasetyhini yaseMpuma Koloni uThapelo Bokwe ngoMvulo. UBokwe uswelekele kwisibhedlele saKwaNojoli emva kokungeniswa kuso ngoMgqibelo weveki ephelileyo. UBokwe wabalekiselwa esibhedlele emva kokukhala ngentloko…

css.php