Month: August 2025

KHUMALO APPOINTED DSAC DG

The Department of Sport, Arts and Culture announced on Friday morning that Dr Cynthia Ntombifuthi Khumalo had been appointed as its first female director-general. “The Minister of the Department of…

MAEMA LEAVES SUNDOWNS

Bloemfontein-born attacking midfielder Neo Maema has left Tshwane giants Mamelodi Sundowns after four seasons at the defending Betway Premiership champions. Maema, who’s expected to join Tanzanian side Simba SC, made…

INTSHATSHELI YOMZANTSI AFRIKA YOPHUKE UMLENZE

Ngokungengathi ukunqatyelwa yimilo akonelanga, ngoku intshatsheli yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwejunior-heavyweight uRazell Mohamed ubenelishwa lokophuka umlenze. Lenzalelwane yaseGqeberha engumfundisi-ntsapho kwisikolo i-Ankervas Primary eKariega kwiNelson Mandela Bay Metro, idize ukuba…

UNDLONDLO UBUYELE KWIGALLANTS

Ubuyele kwiMarumo Gallants uNdabayithethwa Ndlondlo, ongumdlali wasesiswini, esuka kwi-Orlando Pirates. UNdlondlo, oneminyaka engamashumi amathathu, wazibandakanya nePirates ngo-2022. Okwangoku, uNdlondlo ukwitumente yeCHAN eMpuma Afrika kunye neBafana Bafana. “Sivuya kakhulu ukubhengeza ukubuya…

AMAKHOSI WIN, AGAIN

Kaizer Chiefs won their second match on the trot as they defeated Polokwane City 1-0 in a Betway Premiership match at the FNB Stadium in Nasrec, Johannesburg, on Wednesday evening.…

MBHELE JOINS CHILLI BOYS 

Eastern Cape side Chippa United confirmed the signing of Sisanda Phoyisa Mbhele in Wednesday afternoon. The 21-year-old winger joined the Gqeberha-based Chilli Boys from is Royal AM. Meanwhile, the Eastern…

css.php