Month: September 2025

UMAYO UZIBANDAKANYE NECHIEFS

IKaizer Chiefs iqinisekisile ngokuhlwa kwangoLwesihlanu ukuba ityikitye ifolosi eyinzalelwane yaseMthatha uKhanyisa Mayo evela kwiCR Belouizdad yase-Algeria. UMayo, oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe, ubuyele ekhaya eMzantsi Afrika emva kokuchitha isizini enye kwiBelouizdad…

MAYO JOINS AMAKHOSI

Kaizer Chiefs confirmed the signing of Mthatha-born forward Khanyisa Mayo from Algerian side Belouizdad on Friday evening. The 27-year-old Mayo returned home after spending one season at Belouizdad following his…

USIBANDA URHOXILE KUMLO NOCANOY

UBeaven Sibanda, owonzakeleyo nonentliziyo ebuhlungu, unyanzeleke ukuba arhoxe kumlo wakhe noJoey Canoy wasePhilippines. USibanda ebezakukhusela intshinga yakhe ye-IBF International kudidi lweminimumweight xa esilwa noCanoy e-Emperors Palace, eKempton Park, Ekurhuleni, ngoMgqibelo…

UTSHABALALA ETHUBENI ELIHLE KWI-IBF

Kungaphelanga neentsuku ezimbini ezimanye kunye neNO DOUBT Management kaColin ‘Nomakanjani’ Nathan, uMpumelelo Tshabalala sele efumene ithuba lokulwa kumlo wokuzibekela indawo kowentshinga yehlabathi. UTshabalala uzakulwa noSergio Mendoza Cordova waseMexico kumlo wokuzibekela…

css.php