Month: September 2025

UTINKLER NGUMQEQESHI WENYANGA

Emva kokukhokelela iSekhukhune United kwimpumelelo kwimidlalo emine nokudlala ngokulingana komnye, umqeqeshi u-Eric Tinkler ubhengezwe njengophumelele iwonga le-August Betway Premiership Coach of the Month kusasa ngoLwesine. IBabina Noko ibethe i-Orlando Pirates,…

UYA ESUN CITY UMLO KABOYIYA NOZINGANGE

Ngelingeni ide yafunyanwa indawo ekuzakulwelwa kuyo umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight phakathi kuka-Aphiwe Boyiya noSibusiso Zingange. Usomaqhuzu weTLB Boxing Promotions uJoyce Kungwane uqinisekisile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba lo mlo…

UWITBOOI UTHI UTEYISI MAKAKHETHE

ULonwabo Witbooi uthabathe umlo wawusa kuSiseko Teyisi, kwaye uthi lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight mayiyithi xibilili intshinga yayo ukuba ayifuni ukulwa nembethi-manqindi yakhe u-Athenkosi Thongwana kumlo olandelayo. UWitbooi ukubeke kwacaca…

U-AUTATA NGUMDLALI OMTSHA KWIDURBAN CITY

IDurban City, ebuyele kudidi lwePremier Division, ivakalise ukuba ixabangele iqela layo ngokutyikitya uPatrick Autata kusasa ngoLwesibini. U-Autata, ongumdlali nosekela kapteni weqela loMzantsi Afrika labaneminyaka engaphantsi kwamashumi amabini, utyikitye isivumelwano sengqesho…

AUTATA JOINS DBN CITY 

Premier Division returnees Durban City confirmed that they had strengthened their squad with the signing of Patrick Autata on Tuesday morning. Autata, the South African national Under- 20 vice-captain joined…

css.php