Author: SportAdmin

IGALLANTS IKHULULE ABADLALI

Iqela laseBloemfontein iMarumo Gallants libhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba likhulule igquba labadlali abangaphaya kweshumi. UDino Ndlovu, u-Ibrahima Aminata Conde, uKenneth Nthatheni, uTheodore Siyabulela Shai, uKamohelo Mahlatsi, uGabadinho Mhango, uKopano Lehlohonolo…

GALLANTS RELEASE PLAYERS 

Bloemfontein-based Premier Division side Marumo Gallants announced on Thursday afternoon that they had released more than 10 players. Dino Ndlovu, Ibrahima Aminata Conde, Kenneth Nthatheni, Theodore Siyabulela Shai, Kamohelo Mahlatsi,…

AKUKHO APHO ANGXAMELE KHONA UMATIKINCA 

UTiisetso Matikinca, ongekabethwa kwimilo esixhenxe nobuyela eqongeni kwisithuba esingaphaya kwenyanga emva kokunqumamisa uMbulelo Gubula eSunBet Arena eTime Square, eMenlyn, ePitoli, akayicingi nokuyicinga into yokulwela intshinga yoMzantsi Afrika njengokuba esafuna ukuqhubela…

UCHARLTON UFUNA UKUZIVULELA EYAKHE INDLELA

UCharlton ‘Baby Pain’ Malajika uyiqonda kakuhle into yokokuba noko sele kulithuba ehleli ngaphantsi kwesithunzi sikabhuti wakhe netshatsheli ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi kwejunior-bantamweight uRicardo Malajika. Ngoku uCharlton uzakuzivulela eyakhe indlela…

UDOVE UYAYISHIYA ICHIEFS

Lizakufikelela esiphelweni xa kuphela uJuni ixesha lomdlali wasemva kwiKaizer Chiefs noyinzalelwane yaseMozambique u-Edmilson Dove, libhengeze latsho eliqela ngokuhlwa kwangoLwesibini. Amakhosi abhengeze ukuba uDove uzakulishiya eliqela njengokuba singazokuvuselelwa isivumelwano sakhe sengqesho…

css.php