UDURANDT UVUYISWA NGAMALUNGISELELO ABAKWATHYSSE
Ayililo lonke ixesha apho kufunyaniswa ukuba umqeqeshi ukhokela umntu nomninawa wakhe kwitumente enye, kodwa uDamien Durandt uzakukwenza isihlandlo sesibini oko xa ekokhela uBrandon Thysse nomntakwabo uBryan ngethuba besilwa e-Emperors Palace,…