Category: Boxing

ABAGWEBI BASETYHINI BANTINGELA E-UGANDA 

Abasetyhini abathathu baseMzantsi Afrika abangabagwebi emanqindini – uNamhla Tyuluba, uThando Xamlashe noDuduzile Dlamini bantingele eKampala, kwelase-Uganda ukuyokuba yinxalenye yengqungquthela ye-African Boxing Union (ABU). Lengqungquthela izakubanjelwa e-Africana Hotel, eKampala, ukususela ngeCawa…

UBERMAN ULINDELE UMLO OMHLE

Umqondisi olawulayo kwiGolden Gloves uRodney Berman uthi amanqindi oMzantsi Afrika azakuphumelela nokuba kuphumelele uRicardo Malajika okanye uYanga Sigqibo njengokuba intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwejunior-bantamweight izakuhlala ihleli kwelilizwe emva…

IBEKIWE INYANGA NOSUKU LOMLO 

Lubekiwe usuku lomlo apho intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga izakukhusela intshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight okokuqala xa esilwa noMasamichi Yabuki waseJapan Umlo phakathi koNontshinga noYabuki, owayeyinjinga yeWorld…

UZIBEKO SISITHETHI SIKABSA

IBoxing South Africa (BSA) ibhengeze ukutyunjwa kukaLuthando ‘Trompies’ Zibeko njengesithethi nomnxulumanisi namajelo eendaba ukususela ngoMvulo. UZibeko, onkaba yakhe iseTsomo eMpuma Koloni, wayesisithethi negosa leentengiso kwiChippa United yaseGqeberha. Ngaphambi koko, uZibeko,…

css.php