Category: Boxing

DLAMINI COMMITS, AGAIN 

Lerato ‘Lights Out’ Dlamini has re-signed with Colin ‘Nomakanjani’ Nathan’s NO DOUBT Management in partnership with Boxing 5 Promotions just less than a month before he fights against Japanese boxer…

USIZANI URHOXILE EMLWENI NGENXA YOKONZAKALA 

Umonzakalo wasengalweni unyanzelise uLuvuyo Sizani waseLinge kuKomani ukuba arhoxe kumlo wakhe noVuyani Kosana, obuzakubanjelwa e-Orient Theatre, eMonti, kulenyanga ezayo. USizani, oyintshatsheli ye-African Boxing Union (ABU), ebezakulwa noKosana waseFreystata kumlo wentshinga…

UMALAJIKA UTHI AKAMOYIKI USIGQIBO

Kushiyeke nje ngaphantsi kwenyanga ngaphambi komlo wakhe noYanga ‘Showtime’ Sigqibo, uRicardo ‘Magic Man’ Malajika umile kwelithi akoyiki nto njengokuba eqhubela phambili namalungiselelo alomlo. UMalajika uzakulinga ukukhusela intshinga yakhe ye-International Boxing…

UNQOTHOLE UZIBANDAKANYE NENO DOUBT MANAGEMENT

Kanye nje emva kweenyanga ezimbini ebethwe yimbethi-manqindi yaseMexico nengekabethwa uRene Calixto Bibiano, uSikho “Sequence” Nqothole ugqibe kwelokokuba iNO DOUBT Management kaColin ‘Nomakanjani’ Nathan ibeyiyo elawula imicimbi yakhe. Lenzalelwane yaseMthatha ibibekwa…

UJOYI ULWA ETANZANIA, KWAKHONA?

Kukho ukubhideka nokungacaci malunga nokokuba injinga yamhlamnene uNkosinathi ‘Mabhere’ Joyi uzakubuyela eTanzania, ayokulwa khona no-Ibrahim Class Mgender, oneminyaka engamashumi amathathu anesithathu, kusini na. Ngokweengxelo eziphuma eTanzania, lentshatsheli yamhlamnene kwi-International Boxing…

JOYI FIGHTS IN TANZANIA, AGAIN?

There’s confusion around whether former champion Nkosinathi ‘Mabhere’ Joyi will return to Tanzania for a fight against 33-year-old Tanzanian boxer Ibrahim Class Mgender or not. According to the Tanzanians, the…

css.php