Category: Boxing

USOGCWAYI UYIKITYE NEGOLDEN GLOVES  

Imbethi-manqindi yaseMdantsane nezakulwa kudidi losiba uSanele Sogcwayi, owaphumelela imbasa yesilivere kwiMandela African Boxing Cup eThekwini kwiinyanga ezintathu ezagqithayo, utyikitye isivumelwano neGolden Gloves kaRodney Berman. Umlawuli kaSogcwayi uThembelani ‘Shakes’ Hlombe udize…

LIPHANZILE ILINGE LOKUSHENXISA UTEMPI

Intlanganiso ebekuthiwe izakukhokelela ekuguzulweni komlawuli kaBoxing South Africa (BSA) eNtshona naseMntla Koloni uMzoli Tempi iphelele eluhayini njengokuba ingaphumanga nasigqibo sokususa umntu. Abanamaphepha okusebenza kumanqindi kaBSA eNtshona Koloni bebehlangene kwintlanganiso apho…

UBONOKOANE UZAKUBUYELA ENAMIBIA

UThato ‘Captain Charisma’ Bonokoane waseKagiso, eKrugersdorp, kwiNtshona Randi uzakubuyela eNamibia emva kweenyanga ezintandathu waphulukana nomlo phaya. UBonokoane, owayeyintshatsheli yeWorld Boxing Federation (WBF) kudidi lwejunior-featherweight, uzakulwa noMateus Heita kumlo weWorld Boxing…

UBUYELA EQONGENI UTYIRHA 

Uzakubuyela eqongeni kwakhona emva konyaka owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha njengokuba enomlo ekuthwaseni kwalenyanga ezayo. UTyirha, oqeqeshwa yinjinga yamhlamnene kudidi lwempukane eMzantsi Afrika uMakazole Tete…

TYIRHA RETURNS IN NEW DIVISION

Former South African junior-flyweight champion Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha’s year-long inactivity is closely coming to an end as he’s making a come back early next month. Tyirha, who is trained…

UKUSE UZAKUKHUSELA KUSOBOLO

Ngelingeni uSiyakholwa Kuse uzakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight emva konyaka wayiphumelela ebetha uBangile Nyangani kumlo owawuyimpinda e-International Convention Centre (ICC) eMonti. UKuse, okwayinjinga ye-African Boxing Union (ABU) kudidi…

css.php