Category: Boxing

LUFIKELE ESIPHELWENI UHAMBO LUKADLADLA KWABSA 

Owayesakuba yimbethi-manqindi uNceba Dladla udize ukuba lufikelele esiphelweni uhambo lwakhe njengomlawuli kaBoxing South Africa (BSA) kwingingqi yeNelson Mandela Bay. UDladla, owayengumfundisi ntsapho, wathabatha esisikhundla sokuphatha kwingingqi yeNelson Mandela Bay emva…

UFOURIE ULWA NOMAKELENI 

Imbethi-manqindi engekabethwa uKaine “K9” Fourie uzakulwa noSiseko Makeleni kwitumente yeBoxing 5 eBox Camp, eBooysens, eRhawutini ngoMgqibelo umhla weshumi elinesithathu kuJulayi. UFourie, ophumelele imilo esixhenxe, walwa ngokulinganayo kwemibini, kunye noMakeleni balwela…

USITYATA UNQWENELELA UCAFU AMATHAMSANQA  

Kungenzeka ukuba wayengayazi ukuba uPhumelela ‘The Truth’ Cafu ebedele efudukele eRhawutini, kodwa lonto ayikhange ithintele umqeqeshi wamanqindi uMiniyakhe Sityata ukuba anqwenelele lembethi-manqindi yaseDuncan Village amathamsanqa emva kokuzibandakanya noColin ‘Nomakanjani’ Nathan…

css.php