Category: Boxing

UBUYELA EQONGENI NGOMATSHI UKUSE

Usenenkxaso yegqiza asebenza nalo kunye nomthelekisi wakhe uSiyakholwa Kuse emva kokufeda ukuphumelela intshinga yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwestrawweight njengokuba ebethwe ngummi wasePhilippines uMelvin Jerusalem eManila kwelasePhilippines ngokuhlwa kwangoLwesithathu, ngokwexesha…

UKUSE ULUNGELE UKUNGQUZULANA NOJERUSALEM

USiyakholwa Kuse uyayazi ukuba akusekho ukubuya ngamva ngoku njengokuba ebala iiyure ngaphambi kokucela umngeni kwintshatsheli yeWorld Boxing Council (WBC) kudidi lwestrawweight uMelvin Jerusalem ngoLwesithathu. Bobabini uKuse noJerusalem babenze lula ubunzima…

UJERUSALEM UGXILE KUMLO NOKUSE 

Nangona nje ezakulwa ngaphambi kwabantu belizwe lakhe, ummi wasePhilippines uMelvin ‘El Gringo’ Jerusalem akafuni konke-konke ukumjongela phantsi uSiyakholwa Kuse waseMzantsi Afrika njengokuba bezakulwa eSmart Araneta Coliseum, eQuezon City, eManila, kwelasePhilippines,…

css.php