Category: Boxing

UWITBOOI UTHI UTEYISI MAKAKHETHE

ULonwabo Witbooi uthabathe umlo wawusa kuSiseko Teyisi, kwaye uthi lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight mayiyithi xibilili intshinga yayo ukuba ayifuni ukulwa nembethi-manqindi yakhe u-Athenkosi Thongwana kumlo olandelayo. UWitbooi ukubeke kwacaca…

UCHAUKE UJAMELENE NENTSHATSHELI YOMZANTSI AFRIKA

Uzakubuyela eqongeni okokuqala omnye weembethi-manqindi ezindala eMzantsi Afrika ukususela mhla waphulukana nentshinga yehlabathi ngoMatshi kulonyaka. Emva kokuphulukana nentshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwempukane ngethuba ebethwa nguRicardo Malajika e-Emperors Palace,…

css.php