Category: Boxing

UZUMA UQINISEKILE NGOKUPHUMELELA

Eteketiswa ngegama elithi ‘Simply The Best’, uSechaba Zuma uthethe ngesibindi esithi uzakuphela msinyane umlo wakhe nentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight uLwando Mgabi. UZuma, ocela umngeni kuMgabi kwiholo yedolophu yase-Estcourt ngoMgqibelo…

UKHUZWAYO AKAKUNGXAMELANGA UKUCELA UMNGENI KUSIBISI

ULindokuhle Khuzwayo akakungxamelanga ukucela umngeni kwintshinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba nephethwe yinzalelwane yaseDundee uLindelani Sibisi, oyihluthe kuZolisa Batyi e-Orient Theatre, eMonti, ngokuhlwa kwangeCawa. Okwangoku, uKhuzwayo usagxile kumalungiselelo omlo wakhe ozayo…

USONJICA UZAKULWA NONGEBIYANE 

Imilo iza ngokukhawuleza ngoku ku-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica njengokuba ezakulwa okwesithathu kwisithuba seenyanga ezine emva kwendlala yesithuba esingaphaya kweminyaka emibini. Elityendyana laseDuncan Village, eMonti, lizakulwa nenzalelwane yakuKomani uSabelo Ngebiyane kumlo…

USIBISI ANGATHANDA UKUBUYELA E-ORIENT THEATRE 

ULindelani Sibisi ebezakubuyela e-Orient Theatre, eMonti, kwakhona ukuba bekuyiwa ngaye njengokuba ephelise iminyaka ephantse yamibini nesiqingatha yokukhonya kukaZolisa Batyi njengentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi losiba. Emva kokulwa ngendlela encomekayo, ethulisa i-Orient…

css.php