UMUNYAI KUMLO NOMMI WASEMEXICO
Ubuyele kwelaseMexico uTshifhiwa ‘The Atomic Spider’ Munyai esiyokulwa isihlandlo sesithathu kwelalizwe elisembindini Melika ukususela ngoNovemba nyakenye. Emva kokubethwa kwimilo yakhe emibini yokugqibela kumhlaba waseMexico, ngoku uMunyai uzakulwa nommi waseMexico nongekabethwa…