Category: Boxing

AKAXOLANGA UNONINA

Ukukhethwa kwephela emasini kushiye owayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika neyehlabathi uBukiwe ‘Anaconda’ Nonina ephuma into ngomlomo emva kokukhalazela ungalwiswa kwiitumente zeRise of Women in Boxing. UNonina uzive engenakuthi cwaka emva kokubona…

‘ANACONDA’ SPITS FIRE

Outspoken former South African and world champion Bukiwe ‘Anaconda’ Nonina is spitting fire as she complained of being consistently ‘sidelined’ in the Rise of Women in Boxing series. Nonina felt…

UTOLASHE UTHABATHA UHAMBO OLUDE 

UNtombokuqala Tolashe uzakuthabatha uhambo olude ngoLwesithathu njengokuba uzakube esingise eKorea Republic, apho azakulwa khona noBo Mi Re Shin kwikomkhulu lelalizwe iSeoul kuloMgqibelo esiya kuwo. Lo mlo ufike kanye nje kwisithuba…

UNATHAN UXHASA ISIGQIBO SIKANONTSHINGA

Kubonakala ngathi zibaliwe iintsuku zowayeyintshatsheli yehlabathi Sivenathi ‘Special One’ Nontshinga kudidi lwejunior-flyweight njengokuba ezakulwa kudidi olutsha kulonyaka ozayo. Kodwa ke, ayikacaci into yokokuba lenjinga yamhlamnene kwi-International Boxing Federation (IBF) kudidi…

AWUKAZOKUBAKHO UMLO KACAFU NOTANAKA

Nabani na obecinga ukuba ngahle intshatsheli yehlabathi uPhumelela ‘The Truth’ Cafu aphinde alwe noKosei Tanaka kungekudala makaphinde acinge kwakhona kuba lomlo lowo awukazokwenzeka. Oku kuqinisekiswe ngumlawuli nomqeqeshi walenjinga yeWorld Boxing…

css.php