Category: Boxing

ULEJAKA UBUYELE KWABSA

UTsholofelo Lejaka ubuyele kwaBoxing South Africa (BSA) kwisithuba esingaphaya kweminyaka emine walahlayo kulombutho. ULejaka ubuyele kwaBSA njengengqonyela ebambeleyo negosa eliyintloko emva kokutyunjwa nguMphathiswa weZemidlalo uGayton McKenzie ngoLwesine. ULejaka wayeyingqonyela kwaBSA…

ITHUBA LIKAMBENGE LOKUBUYISA IBHANTI YE-IBO 

Sele iyiminyaka engaphaya kwemihlanu kususela mhla uThulani ‘Evolution’ Mbenge waphulukana nentshinga ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwewelterweight, kwaye ngoku ufumana ithuba lokuyibuyisa njengokuba ezakulwa noMichael McKinson wase-United Kingdom kulenyanga ezayo.…

ILUNGISIWE INDLELA KABOYIYA

Kwisithuba seentsuku ezingaphaya kweshumi elinesine ebonise abalandeli bamanqindi izinto zamehlo, ebakhumbuza ukuba usekhona emanqindini ngethuba enqumamisa uChumani Tunzi kumjikelo wesithandathu, ngoku izinto zibonakala zisiza kakuhle ngakwicala lika-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya. Lenjinga…

css.php