Category: Football

IWYDAD IQESHE UMOKWENA 

Kanye nje emva kweveki egxothwe okomshologu ziintshatsheli zeDStv Premiership iMamelodi Sundowns, uRulani Mokwena sele ezifumanele elinye ikhaya njengomqeqeshi weWydad Athletic Club kwelaseMorocco. Ezi zangxa zaseMorocco zibhengeze uMokwena, oneminyaka engamashumi amathathu…

WYDAD APPOINT MOKWENA

Just a week after he was unceremoniously dumped by DStv Premiership champions Mamelodi Sundowns, Rulani Mokwena has found a new home as head coach of Wydad Athletic Club in Morocco.…

USANOKA NGUMDLALI OMTSHA KWIMATSATSANTSA

ISuperSport United iqinisekise ukuba yongeze kuluhlu lwabadlali bayo owayengukapteni weTS Galaxy uPogiso Sanoka emva kwemini ngoLwesine njengokuba eliqela liqhubela phambili nokulungiselela isizini ezayo. USanoka, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, utyikitye isivumelwano…

AMAKHOSI ABHENGEZA IQELA LABAQEQESHI 

IKaizer Chiefs, elungiselela isizini ka-2024/25 kwelaseTurkiye, iliqinisekisile kusasa ngoLwesine iqela labaqeqeshi bayo. Emva kokutyikitya isivumelwano seminyaka emibini, umqeqeshi omtsha uNasreddine Nabi waseTunisia uzakusebenza noKhalil Ben Youssef njengesekela lakhe lokuqala kunye…

IQELA LASEBELGIUM LITYIKITYE UCAMPBELL

Iqela laseBelgium iClub Brugge iqinisekisile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba ityikitye ityendyana laseMzantsi Afrika elinesiphiwo esingummangaliso, uShandre Campbell, esuka kwiSuperSport United. UCampbell, ozakubhiyozela ukugqiba iminyaka elishumi elinethoba ngoMvulo waleveki ezayo, utyikitye…

css.php