Category: Football

CHILLI BOYS UNVEIL JALI 

Chippa United finally unveiled former Moroka Swallows and Mamelodi Sundowns midfielder Andile Jali as their new player on Thursday afternoon. The unveiling of the Matatiele-born former Bafana Bafana midfielder marked…

UMOKOTJO UNGUMDLALI WEECITIZENS

ICape Town City yamkele umdlali wasesiswini uKamohelo Mokotjo njengomnye wabadlali bayo kusasa ngoLwesine, kanye emva kweentsuku ezimbalwa ekhululwe yiSekhukhune United. UMokotjo, owazalelwa e-Ondendaalsrus kwiphondo laseFresytata, wazibandakanya neBabina Noko ngo-2023, kwaye…

MOKOTJO A CITIZEN 

Cape Town City welcomed midfielder Kamohelo Mokotjo as their latest recruit on Thursday morning just days after he was released by Sekhukhune United. Mokotjo, who was born in Ondendaalsrus in…

OMNYE UMDLALI KWIICITIZENS 

Kubonakala ngathi ayikho into engathintela iCape Town City ukuba iqhubele phambili nokutyikitya abadlali njengokuba yongeze umdlali wasemva uSibusiso Ziba kweliqela ngoLwesithathu kusasa. UZiba, obedlalela iJDR Stars, uzibandakanye neeCitizens etyikitya isivumelwano…

IICHILLI BOYS ZITYIKITYE UJALI 

IChippa United izakubhengeza ukutyikitywa kowayesakuba ngumdlali wasesiswini kwiMoroka Swallows neMamelodi Sundowns u-Andile Jali kusasa ngoLwesine. Lenzalelwane yaseMatatiele neyakhe yadlala kwiBafana Bafana izakubhengezwa njengomdlali omtsha weeChilli Boys eNelson Mandela Stadium, eGqeberha,…

UMDLALI WASE-ANGOLA KWIICITIZENS

ICape Town City ikuqukumbele kusasa ngoLwesibini ukutyikitya umdlali wasesiswini ophuma e-Angola uCarlos do Carmo owaziwa ngokuba nguCarlinhos. Lomdlali oneminyaka engamashumi amabini anethoba ungowesihlanu ukutyikitywa ziiCitizens kweziveki zimbalwa. “ICape Town City…

css.php