Category: Football

IPIRATES IYIKHUSELE NGEMPUMELELO INDEBE

Inqaku elifakwe nguRelebohile Mofokeng kwixesha likasompempe liye labaluleka kakhulu ngethuba i-Orlando Pirates ikhusela iNedbank Cup ngokubetha iMamelodi Sundowns ngamanqaku amabini kwelinye eMbombela Stadium, eNaspoti, ngoMgqibelo. Isiqingatha sokuqala siphele iliqanda macala…

LIBHENGEZIWE IQELA ELIDLALA NENIGERIA NEZIMBABWE 

Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos ubhengeze iqela elinabadlali abangamashumi amabini anesithathu ngoLwesine kanye ngaphambi kwemidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi yango-2026, midlalo leyo ezakudlalwa neNigeria neZimbabwe. Eliqela licuthwe langabadlali abangamashumi amabini anesithathu…

UYAMKHUPHA UMPENGESI EKUGXOTHWENI KWAKHE 

UMorgan Mammila, ogxothiweyo njengetechnical director yeChippa United, udize ukuba usihlalo weeChilli Boys uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi akananto yakwenza nokugxothwa kwakhe kweliqela laseMpuma Koloni. Ethetha kwiMetrofm ngokuhlwa kwangoLwesithathu, uMammila uthe abanye abantu…

IBURNLEY INGQINA UKUMKA KUKAKOMPANY

Iqela elithotyelwe ngezantsi, lisuka kwi-English Premier League, iBurnley FC, ikuqinisekisile ukuba uVincent Kompany umkile wayokuba ngumqeqeshi omtsha weqela laseJamani iBayern Munich. UKompany, oneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo nowayedlalela iqela lesizwe laseBelgium,…

IIROCKETS ZIZAKUDLALA NEQELA LASEJAMANI 

Iqela elidlala kwiDStv Premiership iTS Galaxy izakudlala imidlalo emibini neqela leGerman Bundesliga iFC Augsburg kwiinyanga ezimbini ezizayo. Iinkcukacha zeMpumalanga Premier’s International Tournament zibhengezwe yiTS Galaxy Foundation eMbombela Stadium, eNaspoti, emva…

css.php