Category: Football

USUTHU LUBETHE IICITIZENS 

AmaZulu aphumelele ngenqaku elinye eqandeni ebetha iCape Town City egqibe umdlalo inabadlali abalishumi kumdlalo weDStv Premiership eCape Town Stadium ibithe bhe ngeCawa emva kwemini. Ilalela uJunior Sede Dion ufake inqaku…

ABAVUMELEKANGA ABABUKELI

Imozulu emaxongo eKapa inyanzelise iCape Town City ibhengeze ukuba abalandeli abazokuvunyelwa eCape Town Stadium kumdlalo weeCitizens nAmaZulu emva kwemini ngeCawa. Kuzakuthethwana nabalandeli abasele bewathengile amatikiti, kwaye sizakwenziwa isibhengezo emva kokunxibelelana…

UMPENGESI UTHABATHEKILE NGABADLALI

Ukukhula kwenani labadlali abazinzalelwane zaseMpuma Koloni abadlala kwiChippa United kuyinto emnandi kakhulu kusihlalo weeChilli Boys uSiviwe ‘Chippa’ Mpengesi. Esisikhulu seeChilli Boys sivuya kakhulu njengokuba uSinoxolo Kwayiba noKayden Francis bezibonakalisa nje…

css.php