KUBHUBHE UMNTU OMNYE KWINGOZI YEBHASI YEQELA LETS GALAXY
Basinde ngezikaSibi abadlali beqela leTS Galaxy ngethuba ibhasi ababeyikhwele itshayisana nenqwelo-mafutha endleleni eya eNaspoti ngemva kwemini yangoLwesibini. IiRockets bezisendleleni eya eNaspoti, apho zizakudlala khona kunye neMamelodi Sundowns eMbombela Stadium, ngecala…