Category: Football

UBROOS WONELISEKILE YIBAFANA

Onelisekile yindlela elidlale ngayo iqela lakhe emva kokuquthisa iBenin ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wemfezeko weNdebe yeHlabathi ka-2026, umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uchwayitile ziziphumo zalomdlalo. Lommi waseBelgium ukholelwa ukuba icebo…

AMAJITA ANQUNQELE IBOTSWANA EGOQWENI 

Iqela loMzantsi Afrika labaneminyaka engaphantsi kwengamashumi amabini linqunqele egoqweni elaseBotswana ngamanqaku amathandathu kumdlalo wobuhlobo kwikhampasi yaseSoweto yeDyunevesithi yaseRhawutini emva kwemini ngoMgqibelo. UJody Ah Shene noMfundo Vilakazi bafake amanqaku amabini umntu…

AMAJITA WHIP YOUNG ZEBRAS 

The South African national Under-20s thrashed their Botswana counterparts 6-0 in an international friendly match at the University of Johannesburg (UJ) Soweto campus on Saturday afternoon. Jody Ah Shene and…

IBAFANA IPHEZULU KUGROUP C

IBafana Bafana intingele phezulu kuGroup C emva kokuquthisa iqela lesizwe laseLesotho ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wemfezeko weNdebe yeHlabathi ka-2026 ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Emva kokubambana ngeqanda macala omabini…

css.php