GOOD START FOR BUCCANEERS
It was a winning start for Orlando Pirates as they beat Algerian side CR Belouizdad 2-1 in a Group C CAF Champions League match played at Stade du 5 Juillet…
Your News, Our News
It was a winning start for Orlando Pirates as they beat Algerian side CR Belouizdad 2-1 in a Group C CAF Champions League match played at Stade du 5 Juillet…
IPremier Soccer League (PSL) iqinisekisile emva kwemini ngoMvulo ukuba ityumbe isigqeba esitsha sezoluleko. Esisigqiba sinoosihlalo abane kunye namalungu alishumi elinesixhenxe azakuba kulekomiti kude kuphele iminyaka emine. Ityala ngalinye lizakuphulaphulwa ngusihlalo…
The Premier Soccer League (PSL) confirmed on Monday afternoon that it had appointed a new disciplinary committee (DC) panel. The panel is made up of four co-chairpersons and 17 panellists,…
Marumo Gallants announced the appointment of former Kaizer Chiefs and Bafana Bafana coach Molefi Ntseki as their new technical director on Monday morning. Ntseki, who is an SABC Sport analyst…
URelebohile Mofokeng uthiwe jize ngewonga leSports Personality of the Year kumsitho weGauteng Sports Awards obubanjelwe e-Emperor’s Palace, eKempton Park, Ekurhuleni, ngokuhlwa kwangeCawa. UMofokeng, oneminyaka engamashumi amabini nodlalela i-Orlando Pirates, ubethe…
Relebohile Mofokeng won the Sports Personality of the Year award at the Gauteng Sports Awards function held at the Emperor’s Palace in Kempton Park, Ekurhuleni, on Sunday evening. The 20-year-old…
IMagesi FC yenze imbali ngethuba isithusa iMamelodi Sundowns iyibetha ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo wamagqibelakankqoyi eCarling Knockout eFree State Stadium, eMangaung, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. IMagesi ize ngemva emva koluba izangxa zaseTshwane zifake…
Magesi FC made history when they stunned Mamelodi Sundowns 2-1 in a Carling Knockout final at the Free State Stadium on Saturday evening. Magesi came from behind after the Tshwane…
ISouth African Football Association (SAFA) izibhebhethile iingxelo ezithi ihlawulele uMzantsi Sudan iindleko zenqwelontaka nezokuhlala eMzantsi Afrika. IBafana Bafana ibethe uMzantsi Sudan ngamanqaku amathathu eqandeni eCape Town Stadium ngoLwesibini ngokuhlwa kumdlalo…
The South African Football Association (SAFA) has refuted media reports that they paid for flight and accommodation for South Sudan this week. Bafana defeated South Sudan 3-0 in a 2025…