Category: Football

AMAKHOSI AJABULILE 

IKaizer Chiefs iphumelele iHome of Legends Cup emva kokubetha iMamelodi Sundowns ngamanqaku amahlanu kwamane eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Kuye kwanyanzeleka ukuba lo mdlalo ugqityezelwe ngokubeka ibhola echaphazeni…

YISUNDOWNS NECHIEFS KWIFINAL 

IMamelodi Sundowns izakudlala neKaizer Chiefs kumdlalo wamagqibelakankqoyi eHome of Legends Cup eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngentsimbi yesihlanu emva kwemini ngoMgqibelo. IiBrazilians zifikelele kumdlalo wamagqibelakankqoyi emva kokubetha iChippa United ngamanqaku…

WONYULIWE KWAKHONA UKHOZA

U-Irvin Khoza uzakuxhuzula imikhala njengosihlalo wePremier Soccer League (PSL) isihlandlo sesithandathu emva kokonyulwa engaphikiswanga eSandton Convention Centre, eRhawutini, ngemva kwemini yangoLwesithathu. Losihlalo we-Orlando Pirates, oneminyaka engamashumi asixhenxe anesithandathu, wangena kwesisikhundla…

css.php